song lyrics / NaakMusiQ / Kwenzeka Ntoni lyrics  | FRen Français

Kwenzeka Ntoni lyrics

Performers NaakMusiQMr Luu

Kwenzeka Ntoni song lyrics by NaakMusiQ official

Kwenzeka Ntoni is a song in Xhosa

Asiyazi bo
Le yenzekayo
Siyaqala uyibona
Asiyiqhelanga

Kwenzeka ntoni
Ngoba lena andiyiqondi
Ndiyangena andikuboni
Hayi ndoda

Watshintsha umnt'omntwana
Phambikwamehlo
Kuthiwa hayi akasanga man
Isgezo asipheli

Tshintsha lomfana akalunganga
Betha lomntana hayi akasanga
Khazibambe awukabi mdala
Useyintwana

Sukungxama
Ixesha lakho liyeza
Ungalibali yhoo
Asiyazi bo
Le yenzekayo
Siyaqala uyibona
Asiyiqhelanga

Kwenzeka ntoni
Ngoba lena andiyiqondi
Ndiyangena andikuboni
Hayi ndoda

Asiyazi bo
Le yenzekayo
Siyaqala uyibona
Asiyiqhelanga

Kwenzeka ntoni
Ngoba lena andiyiqondi
Ndiyangena andikuboni
Hayi ndoda

Hayi hayi hayi
Hayi hayi hayi
Hayi hayi hayi
Hayi
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.

Comments for Kwenzeka Ntoni lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol to the left of the cloud
2| symbol to the right of the helmet
3| symbol at the bottom of the bulb
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid