song lyrics / Khehla Lamaweekend / Akuzange lyrics  | FRen Français

Akuzange lyrics

Performers Khehla LamaweekendQuo Lee

Akuzange song lyrics by Khehla Lamaweekend official

Akuzange is a song in Zulu

Khuleka Ukub’ ukholwa kuye uSomandla
Nqul’ Izinyanya ukuba ubiza uQamata
Zungavum’ ulahlekiswa ngabantu balomhlaba
Sebenzel’ impumelelo

Ayobakhona amaxesha
Uthandabuza inkolo nencubeko
Kub’ kunzima kungath kuyehlela
Phumla kodwa ungalahlithemba
Soko uqhubeka nox' ubetheka
Khula uzungoyiki noba kuyehlwa
Nawe usezakulibon’ elakhwezi
Ixesha lakho nawe liseza
Ngoba

Akuqali kubelula
Kungazange kubenzima
Akuveli nje kukhanye
Kukhange kubemnyama
Kungon’ intethelelo
Ayivele ize nje ungaycelanga (ungaycelanga)
Kungon’ intethelelo
Ayivele ize nje ungaycelanga (ungaycelanga)

Akuqali kubelula
Kungazange kubenzima
Akuveli nje kukhanye
Kukhange kubemnyama
Kungon’ intethelelo
Ayivele ize nje ungaycelanga (ungaycelanga)
Kungon’ intethelelo
Ayivele ize nje ungaycelanga (ungaycelanga)

Khuleka Ukub’ ukholwa kuye uSomandla
Nqul’ Izinyanya ukuba ubiza uQamata
Zungavum’ ulahlekiswa ngabantu balomhlaba
Sebenzel’ impumelelo

Akuqali kubelula
Kungazange kubenzima
Akuveli nje kukhanye
Kukhange kubemnyama
Kungon’ intethelelo
Ayivele ize nje ungaycelanga (ungaycelanga)
Kungon’ intethelelo
Ayivele ize nje ungaycelanga (ungaycelanga)

Kungazange kubenzima
Kukhange kubemnyama
Kungazange kubenzima
Kukhange kubemnyama
Ayivele ize nje ungaycelanga (ungaycelanga)
Ayivele ize nje ungaycelanga (ungaycelanga)
Ayivele ize nje ungaycelanga (ungaycelanga)
Ayivele ize nje ungaycelanga (ungaycelanga)

Kungazange kubenzima
Kukhange kubemnyama
mmmhm mhhm
ohh oooh ooh
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.

Comments for Akuzange lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol to the right of the target
2| symbol to the left of the padlock
3| symbol at the top of the helmet
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid