song lyrics / Kelvin Momo / Emaphupeni lyrics  | FRen Français

Emaphupeni lyrics

Performers Kelvin MomoMakhanjBabalwa M

Emaphupeni song lyrics by Kelvin Momo official

Emaphupeni is a song in Zulu

Ndibona wena emaphupeni
Ndikulindile nase'kuseni
Ndicela uze la kimi ziveze kimi
Ndifuna ubona undibambe eb'sweni
Ndibona wena emaphupeni
Ndikulindile nase'kuseni
Ndicela uze la kimi ziveze kimi
Ndifuna ubona undibambe eb'sweni

Ndicinga ngawe njalo imihla yonke (Hai imihla yonke)
Ndicinga ngawe njalo imihla yonke
Bayazi nabadala umasibulisana kudala ndithi iza aphapha
Bayazi nabadala umasibulisana kudala ndithi iza aphapha
Dali wami andikwazi nokulala (Andikwazi nokulala)
Ndivuswa ngama phupho nawe
Ndifisa ukuhlala nawe ('Fisa ukuhlala nawe)

Ungenza ngibe namahloni (Ungenza ngibe namahloni)
Ngiyacwayiza, Ngiyacwayiza (Ngiyacwayiza)
Ungenza ngibe namahloni (Eh eh eh eh)
Ngiyacwayiza (Ngiyacwayiza) Ngiyamoyiza

Dali wami andikwazi nokulala
Ndivuswa ngama phupho nawe
Ndifisa ukuhlala nawe
Ungenza ngibe namahloni
Ngiyamoyiza ai ai ai eh

Ndibona wena emaphupeni
Ngikulindile nase'kuseni
Ndicela uze la kimi ziveze kimi
Ndifuna ubona undibambe eb'sweni
Ndibona wena emaphupeni ndikulindile nase'kuseni
Ndicela uze la kimi ziveze kimi
Ndifuna ubona undibambe eb'sweni

Ndikhulule khulule abaningi bayangi phazamisa
Khulule khulule abaningi uyandi phazamisa
Andilali ebusuku ndibona wena kuphela
Andisazi ndingenzani na
Ndingenzani na, Sondela la kimi
Ndiyakufuna ndikufuna

Ndibona wena emaphupeni
Ndikulindile nase'kuseni
Ndicela uze la kimi ziveze kimi
Ndifuna ubona undibambe eb'sweni
Ndibona wena emaphupeni
Ndikulindile nase'kuseni
Ndicela uze la kimi ziveze kimi
Ndifuna ubona undibambe eb'sweni

Ndicinga ngawe njalo imihla yonke (Hai imihla yonke)
Ndicinga ngawe njalo imihla yonke (Hai imihla yonke)
Bayazi nabadala umasibulisana kudala ndithi iza aphapha
Bayazi nabadala umasibulisana kudala ndithi iza aphapha
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.

Comments for Emaphupeni lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol at the bottom of the thumbs up
2| symbol at the top of the star
3| symbol at the top of the calculator
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid