song lyrics / Ami Faku / Tshomi Yam lyrics  | FRen Français

Tshomi Yam lyrics

Performer Ami Faku

Tshomi Yam song lyrics by Ami Faku official

Tshomi Yam is a song in Xhosa

Ndisol' imini endadibana nawe ngayo
Wafika wathatha ubuhle bempilo yam
Ndoze ndiphinde ndikuthembe njani ye
And’sakufuni empilweni yam

Ndiphantse ndafa tshoma
Ndiphantse ndafa tshoma
Iimpundulu zakho ziyandilandela
Ndiphantse ndafa tshoma
Ndiphantse ndafa tshoma
Iimpundulu zakho ziyandilandela

Ziyandilandela
Ziyandilandela (landela)
Ziyandilandela (landela)
Ziyandilandela
Ziyandilandela (uyitshomi emdaka)
Ziyandilandela
Ziyandilandela (ziyandilandela)
Ziyandilandela (ohh)
Ziyandilandela
Ziyandilandela

Uphantse wandenzela ndenzela phantsi
Uyitshomi tshomi emdaka
Uphantse wandenzela ndenzela phantsi
Uyitshomi tshomi emdaka

Ndiphantse ndafa tshoma
Ndiphantse ndafa tshoma
Iimpundulu zakho ziyandilandela
Ndiphantse ndafa tshoma
Ndiphantse ndafa
Iimpundulu zakho ziyandilandela

Ziyandilandela (ziyandilandela)
Ziyandilandela (landela)
Ziyandilandela (landela)
Ziyandilandela (uyitshomi emdaka)
Ziyandilandela
Ziyandilandela (ziyandilandela)
Ziyandilandela (ziyandilandela)
Ziyandilande-la

Ndi phantse ndafa ndafa
Ndi phantse ndafa ndafa
Ziyandilandela

Ziyandilandela (ziyandilandela)
Ziyandilandela (landela)
Ziyandilandela (landela)
Ziyandilandela (uyitshomi emdaka)
Ziyandilandela
Ziyandilandela (ziyandilandela)
Ziyandilandela (ohh)
Ziyandiland-ela

Ndoze ngiphinde
Ndoze ngiphinde
Ndoze ngiphinde
Ndoze ngiphinde
Landela ziyandilandela
Ziyandilandela
Landela ziyandilandela
Ziyandilandela
Lyrics copyright : legal lyrics licensed by Lyricfind.
No unauthorized reproduction of lyric.

Comments for Tshomi Yam lyrics

Name/Nickname
Comment
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - All rights reserved. www.paroles-musique.com/eng/
Member login

Log in or create an account...

Forgot your password ?
OR
REGISTER
Select in the following order :
1| symbol at the bottom of magnifying glass
2| symbol at the top of the padlock
3| symbol to the left of the eye
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid